Isigqibo sokuchitha iQela lePolitiko yokuBulala (i-PKTT) iyaqhubeka nokulawula ubungqina bobungqina phambi kweKomiti ye-Ad Hoc. Umphandi wolwaphulo-mthetho…
Empuma Community News
“INGABA UMQOLO UPHANDLE KU BROWN MOGOTSI?”
Zibethene izimvo zoluntu emva kokuba u Brown Mogotsi ezovela phambi kwekomishoni yophando yeMadlanga. Igama lakhe liye…
Kuthiwa liqaqambile ikamva likaKuse noxa ebethwe nguJerusalem!
Inconyiwe imbethimanqindi yaseMzantsi Afrika nangona ingakwazanga ukubuya nempumelelo emdlalweni wakutshanje. USiyakholwa Kuse ubuyele ekhaya entywizisa emva…
Utata odlwengule intombi yakhe ephazamiseke engqondweni ugwetywe ubomi
Iza kuchitha ubomi bayo bonke ejele indoda (39) yelali yaseJoveleni, eHeshele, neye yavuma phambi kweNkundla yamaTyala…
Abantu baseMpuma Koloni bafanelwe bubunkokeli obusebenzayo, utsho uKnoetze
Inkokeli yeDemocratic Alliance (DA) eMpuma Koloni, uGqirha Vicky Knoetze, uthi abantu baseMpuma Koloni bafanelwe bubunkokeli obusebenzayo,…
iANC isamkele isicelo sikaMchunu sokuba arhoxe okwethutyana emsebenzini
UNobhala Jikelele weAfrican National Congress (ANC), uFikile Mbalula, uqinisekise ukuba umbutho usivumile isicelo sikaMphathiswa wamaPolisa onqunyanyisiweyo…
Inkokeli yeMpuma Koloni, uMnu. Lubabalo Mabuyane, ivakalise ukungonwabi kukulahleka kwemisebenzi okuchazwe nguStats SA kule veki.
Yimisebenzi eyi248 000 eveliswe nguMzantsi Afrika kwikota yesithathu yalo nyaka – kodwa kubekho ukuhla kwiphondo leMpuma…
LIYAQHUBA ITYALA LIKA DUDUZILE KWINKUNDLA YASETHEKWINI
Kulindeleke ukuba amanye amangqina athathe inxaxheba kwityala likaDuduzile Zuma-Sambudla. Inkundla ive ukuba intombi yowayesakuba ngumongameli uJacob…
Inkwenkwe Eneminyaka eli 14 Idlwengule Intwazana Eneminyaka esi-6 eGiyani
Inkwenkwe, 14, idlwengule intwazana, 6 – amapolisa ayaphandaAmapolisa aseGiyani, eLimpopo aphanda ityala lokudlwengula kulandela isiganeko apho…
ULucas Radebe uthi abantu mabazixhase izigqibo zikaBroos malunga nokukhetha iqela lesizwe.
ULucas Radebe ubongoze abantu baseMzantsi Afrika ukuba bahloniphe kwaye baxhase izigqibo zomqeqeshi waBafana Bafana uHugo Broos…