UZAKUBHENGEZWA KUNGEKUDALA UMHLA WOLONYULO LOORHULUMENTE BASEMAKHAYA

Iya kwenziwa emva kothethathethwano noMphathiswa woLawulo lweNtsebenziswano, uVelenkosini Hlabisa. Kodwa, i-IEC ithi ikulungele ukuqhuba unyulo oluthembekileyo.…

Umphathiswa kwi-Ofisi kaMongameli uKhumbudzo Ntshavheni uye wakhusela inkqubo karhulumente yokukhusela amangqina, esithi akufuneki ibuzwe xa abo bahlebayo bekhetha ukwala isithembiso sokhuseleko.

Ukhuseleko loonondaba luluhle kule veki kulandela ukubulawa kukaMarius van der Merwe owayelingqina kwiKomishini yoPhando kaMadlanga. UVan…

U BRYAN HABANA UDIZE ELOKUBA UYISE UBENEMINWE EMIDE NGAKUYE IMINYAKA ESIBHOZO

Intshatsheli yebhola yombhoxo kwihlabathi jikelele uBryan Habana uvule isifuba ngendlela awafumanisa ngayo ukuba utata wakhe wayesiba…

KUFUMANISEKE ULWAPHULO MTHETHO OLWENZEKE NGETHUBA KUMAKISHWA AMAPHEPHA EEMVIWO ZEMATRIKI

ISebe leMfundo esiSiseko likuqinisekisile ukufunyanwa kolwaphulo-mthetho oluthe lwenzeka ngethuba lokumakishwa kwamaphepha eemviwo zokugqibela zematriki. Ulwaphulo-mthetho lwachongwa…

ABAQHUBI BEZITHUTHI BAZAKUDAKUMBA KULE KAWAYODLOKOVA INYANGA

Kubonakala ukuba abaqhubi beemoto bazophoxeka kwinyanga yoMnga kungekho kuthotywa kwexabiso lepetroli kulindeleke. Ngokweenkcukacha zamva nje zeCentral…

KUMANE KUVELA AMABIBI OTHUSAYO KUTSHANJE

Intloko yeGunyabantu lezoTshutshiso (NPA) uShamila Batohi uveze iimpawu zesityholo sokuziphatha ngendlela ethandabuzekayo kwii-imeyile zomphathi wezotshutshiso waseRhawutini,…

IINGOZI ZIQALILE UTHATHA INDAWO KWELI LEMPUMA KOLONI

Umphathiswa kwisebe lezothutho uXolile Nqatha ubongoze abaqhubi ezindleleni ukuba bachule unyathela. Oku kuza emva kwengozi embi…

UBUNGQINA BUBONAKALA BUBHEKA LE NALE KWITYALA LIKA MEYIWA

Indoda ebanga ukuba ibibambe indibano kwihostele yaseVosloorus ngobusuku awabulawa ngabo uSenzo Meyiwa iyayikhaba ngaw’ omane inguqulelo…

UVELE PHAMBI KWEKOMISHONI YOPHANDO YEMADLANGA UBROWN MOGOTSI

Emva kweenyanga ethetha esidlangalaleni, uBrown Mogotsi uye wade wenza ubungqina bakhe kwiKomishoni yakwaMadlanga kwaye yayizele ziziqhushumbisi.…

UVELE PHAMBI KOMANTYI NATYHOLWA NABO UMALUSI GIGABA

Owayesakuba ngumphathiswa wamashishini oluntu nokwangusihlalo okhoyo wepalamente uMalusi Gigaba, uvele phambi kwenkundla kamantyi yase Palm Ridge…