News

ISUBE IMIPHEFUMLO EMIBINI INGOZI EYENZEKE EMVAKWEMINI NJE E-MPUMA KOLONI

Kubhubhe abantu ababini kwingozi ebandakanya ilori nezinye iimoto ezimbini kuhola wendlela uR72 ngaphandle kwaseMonti ngenjikalanga yangoMvulo.…

IGWETYWE UBOM ITHOTHOZA ENTOLONGWENI INKONDE E-CALA

Inkundla yengingqi yaseCala igwebe ixhego elineminyaka engamashumi amathandathu anesithathu (63) ubomi entolongweni ngokudlwengula umtshana wentombi ehlala…

OKA-NQATHA UTHETHE NGOBUME BENDLELA BEPHONDO

UMphathiswa weSebe lezoThutho noKhuseleko loluntu eMpuma Koloni, uXolile Nqata, uthe inguqulelo kufuneka ibe sembindini xa kujongwa…

ISELUVALELWENI INDODA YASEMPUMA KOLONI DE IBUYELE ENKUNDLENI

Indoda yaseMpuma Koloni ebanjwe kulandela ukudubulana namapolisa eLaudium ePitoli, yasilahla isicelo sayo sebheyile ngethuba ivele enkundleni…

YOUNG ENTREPRENEUR GEARS UP FOR SUCCESS WITH R1.2M TRUCK

KOMANI-On the 5th of March2025, the Isiqalo Youth Fund initiative awarded a R1.2 million truck to…

KUBHUBHE USANA OLUNEENYANGA EZINE EMVA KOKUPHOSWA KWIMOTO EHAMBA KWINDLELA U-R101 EPITOLI.

Umama wosana, nosele ebanjiwe wabekwa ityala lokubulala, uxelele abasemagunyeni ukuba ukholelwa ukuba uyaxhwilwa. Ngokwengxelo ephuma kwisithethi…

LIQHUBILE ITYALA LABATYHOLWA NGOKUCEBA UKUBULALA NOKUHLASELA

Ityala leqela lamadoda atyholwa ngokuceba nokwenza uhlaselo olubulalayo kwisikhululo esasikhuphisana neziyobisi Kwanobuhle, eKariega ngo-2023, liqhubile kwinkundla…

HIGH STAKES HEIST

LIBODE- A G4S security guard is set to face the music in court after a shocking…

Eastern Cape Gambling Board, Gold Rush Donate Science Kit to Nonyameko Primary

On 12 February 2025, a heartwarming event took place at Nonyameko Primary School in Ndakana. The…

Kenya name Benni McCarthy as new head coach

McCarthy will make his debut later this month with an away match against The Gambia, followed…