News

NDAKANA EDUCATIONAL SUPPORT INITIATIVE (NESI) CONTINUES TO EMPOWER LOCAL SCHOOLS AND COMMUNITIES

In a heartwarming display of community support, the Ndakana Educational Support Initiative (NESI) visited Nonyameko Primary…

ZIYAPHUCULWA IINDLELA ZOKUFUMANA AMASELA EMFUYO EPHONDWENI

Zingaphezu kwe 18 000 izilwanyana ezibiweyo ephondweni kutshanje, kwaye zinexabiso lemali engaphaya kwamashumi amahlanu anesibhozo ezigidi…

INGXONGXO EBANJWE NGU-EQUAL EDUCATION NGEMIBA YEMALI YOKULUNGISA IZIKOLO EMPUMA KOLONI

Ngomhla wesithoba kuTshazimpunzi i-Equal Education kwiPhondo leMpuma Koloni ibibambe ingxoxo yetafile ejikelezayo ukubonisa uhlahlo lwabiwo-mali lwezemfundo…

BABANJWE ABARHANELWA ABABINI NGEZITYHOLO ZOKUBA ISITHUTHUTHU EGQEBHERHA

Amalungu e-SAPS Humewood enze impumelelo ebalulekileyo kwityala lesithuthuthu ekwaxelwa ukuba sibiwe ekuqaleni kwenyanga kaTshazimpunzi kwindawo yaseHumewood…

UMPHATHISWA WESEBE LEZOTHUTHO UXOLILE NGUMGANGATHO WEENDLELA ZIKA SANRAL ZOTYALO MALI LWEEBHILIYONI EMETRO

UMphathiswa wezothutho uSindisiwe Chikunga ekhatshwa nguMphathiswa wezothutho nokhuseleko loluntu eMpuma Koloni uXolile Nqatha kunye noSodolophu obambeleyo …

URHULUMENTE WEPHONDO UBAXOLISILE ABAHLALI BASE-REESTON

Kubeyimincili kubahlali baseReeston eMonti emveni kokuba kuvulwe ngokusesikweni isikolo samabanga aphakamileyo iSophathisana ebekudala isiququzelelwa ngabahlali ngenxa…

ELINYE INYATHELO LOKUXHOBISA ABANTU ABATSHA NGELUNGELO LOKUVOTA

Ukwenza iphulo lokuxhobisa nokufundisa abantwana abasezikolweni ngokubaluleka kwedemokhrasi, i-IEC yephondo leMpuma Koloni isulunge iphulo lokhuphiswano lokuthetha…

Emerging contractors receive hands-on experience through Rhayi Community Development Project

The South Africa National Roads Agency (SOC) Limited (SANRAL) excels in giving inexperienced SMMEs opportunities to…

IBUYISELA ITHEMBA ELUNTWINI IPROJEKTHI ENTSHA EBUYISIWEYO

USodolophu weSigqeba somasipala ombaxa waseBuffalo City uCllr. uNkosazana uFaku kunye neNtloko yeSebe lezokuHlaliswa koLuntu uMalibongwe Mfazwe…

I-AMBASSADOR YASE NORWAY ITYELELE UMASIPALA OMBAXA WE BUFFALO CITY METRO

Unozakuzaku wasebukhosini waseNorway eMzantsi Afrika uGjermund Saether kunye negqiza lakhe batyelele uMasipala oMbhaxa weBuffalo City ngoMvulo…