News
A 70-YEAR-OLD RAPE VICTIM GETS JUSTICE
GQEBERHA- The Eastern Cape High Court has sent a strong message in the case of Lindile…
CHILD PREDATORS SENTENCED TO 11 LIFE TERMS
GQEBERHA-The Eastern Cape High Court has delivered a verdict of 11 life sentences to Thembelani Andries(31)…
KULINDELEKE AMANYE AMANGQINA KWITYALA LOKULAHLEKA KUKA JOSHLIN SMITH
Njengoko kuqala iveki entsha, kulindeleke ukuba amanye amangqina anike ubungqina kwiNkundla ePhakamileyo yeNtshona Koloni malunga nokulahleka…
BAZAKUVELA KWINKUNDLA YEZORHWEBO EMONTI ABARHANELWA ABATYHOLWA NGOBUQHETSEBA
Amapolisa eMpuma Koloni abambe umrhanelwa wesine kwelinye icala lobuqhophololo kwiYunivesithi yaseFort Hare, elibandakanya ubuqhophololo bezigidi zeerandi,…
UMPHATHISWA WAMAPOLISA UKHUPHE INGXELO EMVA KWESANKXWE KUMAKHASI ONXIBELELWANO
Kuphando oluqhubekayo malunga nokudlwengulwa kwentombazana eneminyaka esixhenxe ubudala kwisikolo saseMpuma Koloni, iNkonzo yesiPolisa yoMzantsi Afrika ithi…
UMBALI NGOWEMALI YOMZANTSI
Irandi yoMzantsi Afrika yehle ngokuphawulekayo ngoLwesithathu umhla we-2 kuTshazimpuzi ngenxa yevoti yohlahlo lwabiwo-mali ebinokuphikisana ethe yaphakamisa…
UMFUNDISI TIMOTHY OMOTOSO UYINDODA EKHULULEKILEYO
Ityala likamfundisi kamabonakude waseNigeria uMfundisi uTimothy Omotoso kunye nabo wayetyholwa nabo libandakanya abatshutshisi abaliqela, elowo ephethe…
KUDUTYULWE UMQHUBI WE TAXI E-GQEBERHA
Amapolisa aseGqeberha akhangela abarhanelwa ababini abaxhobe badubule umqhubi weteksi edolophini ngoMvulo. Isithethi uKapteni u-Andre Beetge uthe…
ABAFUNDI BEEDYUNIVESITHI BANGENELELE KWINTETHO ETHI UMTHETHO WAWUDLALE INDIMA YAWO KUMBA KA CWECWE
Abafundi beYunivesithi iNelson Mandela babambe umngcelele wokwazisa uluntu ngobusuku bangoMvulo phambi koqhankqalazo olucetywayo ngoLwesibini, befuna kwenziwe…
Beneficiaries granted two more months to switch Sassa Gold Cards
GRANT beneficiaries have been given another temporary reprieve, as the deadline to replace South African Social…