MABINI AMALUNGU ARHOXILEYO EPALEMENTE OMBUTHO WE-EFF

Amalungu ombutho wezopolitiko i-EFF, uYazini Tetyana kunye no Mbuyiseni Ndlozi barhoxile njengamalungu epalamente.

Lo kaNdlozi urhoxa nje emva kweminyaka elisgumi kwindlu yoWiso-mthetho, uzakuhlala nje elilungu le EFF okwangoku.

Ukurhoxa kuka Ndlozi kuza phakathi kweengxaki zakhe kwiqela elikhokelela kwinkomfa yonyulo yo Mnga, nalapho engazange aye kuyo.

I-EFF ithe iyakwamkela ukurhoxa kwabo kwaye ibanqwenelela impumelelo bobabini.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *