ISebe lezeMpilo eMpuma Koloni likhuphe isibhengezo ngomhla wamashumi amabini anesihlanu kuleyoKwindla, sokwazisa abantu baseMpuma Koloni malunga nokuthotywa kwemfonomfono zabo okwethutyana ngenxa yemali abayityala umboneleli-nkonzo (service provider). Kuye kwafuneka ukuba elisebe lisebenzise ezinye iinombolo ngelilixa iimfonomfono ziphantsi ukuqinisekisa ukuba abo badinga unyango, bayakwazi ukulifumana.
Isebe libhalele umboneleli nkonzo, licela ukuba iintambo zomnxeba eziqunyanyisiweyo ziphinde ziqhagamshelwe kwakhona kwaye lizibophelele ukuba ityala liya kuhlawulwa ekuqaleni konyaka-mali ka 2024/25. Banethemba lokuba ukuzinikela kwesebe ekuhlawuleni ityala kuTshazimpuzi kuya kufumana impendulo encumisayo kumniki-nkonzo.
Kude kube kubuyiselwe iingcingo zomnxeba, abantu abafumana ii-ambulensi banokutsalela ezi-nombolo zilandelayo:
Joe Gqabi:
051 633 2333, 051 653 1069, 051 653 0393, 051 653 0554, okanye 051 653 0150
Alfred Nzo:
039 254 0170, 039 254 0353, 039 254 0550, okanye 039 254 0026
Chris Hani:
045 838 1311, 045 838 1451, okanye 045 838 1657
Nelson Mandela Bay:
041 354 5404, 041 459 5245, 041 961 5016, okanye ku WhattsApp 066 298 0024
Buffalo City Metro
043 72 3156, 043 726 7243, 043 7222 4856, 043 7206 3802, okanye 043 726 2147
OR Thambo:
047 531 1948; 047 531 5241; 047 531 5240; 047 5315 242; 047 535 3386; 047 532 4174; 047 532 3612 okanye 047 532 3391
Makhanda:
066 297 9886; 066 298 1322; okanye 083 378 0954
Humarsdorp:
066 298 1432; 066 298 1440; 066 298 1425; 042 291 0020, okanye 042 291 1571