ICHIPPA UNITED FC IZISA IMDLALO EBUFFALO CITY METRO

iChippa United FC inochulumamnco lokwazisa ukuba amatikiti omdlalowayo  neKaizer Chiefs FC ngomhla wesithandathu kuTshazimpuzi kwibala lemidlalo iBuffalo City esandulakuvulwa, indawo eminjengebala labo abalithandayo, amatikiti azakufumaneka eticket Pro ukusukela kumhla wesibhozo kweyoKwindla, itikiti yiR100 kwindawo kawonkewonkeze ibeyiR500 indawo yezingcungcu(VIP).

Kwayebamema bonke abaxhasi bebhola ekhatywayo eMpuma Koloni ukuba bazibandakanye nabo kwinto ethembisa ukuba ngumboniso omangalisayo webhola ekhatywayo kwibala lebholale BuffaloCity.

Ukhuseleko kunye nocwangco liyakuba yeyonanto ibalulekileyo ngosuku lomdlalo, bayabakhuthaza bonke abakhoyo ukuba baziphathe ngentlonipho kwayebalandele izikhokelo ezibekwelwe amava akhuselekileyo kunye nolonwabona luphina uhlobo lwehooliganism aluyikunyamezelwa, baqinisekisa umoya wobunye nomoya olungeleleyo wosapho.

“Njengoko silungiselela umdlalowethu ozayo ngokuchasane neenkokheli zeligi, iMemolodi Sundowns FC, ehleli ingabethwanga kwimidlalo yayo edlulileyo engamashumi amane(40) indlelayethu izaliswe yintlonipho nokuncoma impumelelo yayo. Ukwamkela iMamelodi Sundowns njengamandla anamandla kwibhola ekhatywayo yaseAfrika, siyalivuyela elithuba kwaye sinqwenela ukuba liqela lokuqala lokuqhawula lomkhondo” utshilo uThabo September ongumqeqeshi weChippa United.

Wongezen gelithi balungiselela iquater final yeNedbank Cup ezaba kwiveki ezayo ngomgqibelo weshumi elinesthandathu kweyoKwindlane FC Ravens, ezakubayenye yeeDerbies zaseMpuma Koloni. Ngaphezulu, uchulumanco luqhubekeka njengoko bejonge ukusingatha iMorokaSwallows ngomhla wokuqala kuCanzibe kunye neSekhukhune United ngomhla wamashumi amabini anesihlanu kuCanzibe kwibala lemidlalo IBuffalo City Stadium.

Ebonakalisa umanyano loluntu, usodolophu olawulayo uPrincess Faku udibene nodadewabo (sisterentity), iChippa training academy ebambe iminyaka engashumi amabini iqesha ibala lemidlalo iBuffalo City. Ebudeni beloxesha, ukhe wajongana nemicelimngeni enjongene neSAFFA BCM, bavumelene noSodolophu ngokomgaqo ukwenza amalungiselelo okuba iSAFFA BCM etyhafileyoi sebenzise indawo ye-ofisi ebaleni nokuba iCTA inokuxhasa njani irenti ngelixesha. Elinyathelo

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *