Now 41, the former Kaizer Chiefs star continues to reap the rewards of scoring the opening…
Sport
Sports News in IsiXhosa and English
Temba Bavuma Foundation commemorates 10-year anniversary
This year the foundation commemorates 10 years of being a driver of promoting education and sport…
PHELAPHELA NGANTSOMI KUMZANTSI AFRIKA NE AFCON
Ukuqubisana koMzantsi Afrika kwi-Africa Cup of Nations (AFCON) eMorocco kufikelele esiphelweni esidanisayo. Iintshatsheli ze-AFCON izihlandlo ezihlanu,…
Kuthiwa liqaqambile ikamva likaKuse noxa ebethwe nguJerusalem!
Inconyiwe imbethimanqindi yaseMzantsi Afrika nangona ingakwazanga ukubuya nempumelelo emdlalweni wakutshanje. USiyakholwa Kuse ubuyele ekhaya entywizisa emva…
ULucas Radebe uthi abantu mabazixhase izigqibo zikaBroos malunga nokukhetha iqela lesizwe.
ULucas Radebe ubongoze abantu baseMzantsi Afrika ukuba bahloniphe kwaye baxhase izigqibo zomqeqeshi waBafana Bafana uHugo Broos…