International Relations Minister Ronald Lamola has stated that the country remains unfazed by United States President…
News
General and Breaking news in English and IsiXhosa
Boy Mamabolo’s political breakup with ANC sparks confusion
Former African National Congress (ANC) Member of Parliament (MP) Boy Mamabolo‟s decision to leave the party…
U-SASSA UZAKUTHI AQALISE NENKQUBO ENTSHA YOBUXHAKAXHAKA OBUZAKUSEBENZISA IMINWE
I-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yoMzantsi Afrika (Sassa) ilungiselela ukuqaliswa ngamandla ngoMvulo ozayo, malunga ne-80% yee-ofisi ekulindeleke ukuba…
ABAHLALI BOMASPALA I NELSON MANDELA BAY BATHE ABABUYI MVA DE BABONE UMASIPALA ESHUKUMA
Uqhankqalazo lombane lujike lwanobundlobongela eBayland eNelson Mandela Bay. Abahlali basematyotyombeni banyanzelisa ukuba bafakele umbane kule ndawo.…
UQHANKQALAZO LUSHUSHU EMVA KOKUXUTHWA KWEETEKISI EKURHULENI ERHAWUTINI
Abakhweli beeteksi zase-Ekurhuleni bajamelene nentloko yezothutho njengoko uqhankqalazo luseza kuqhubeka. Ukanti iSantaco ithi imisebenzi yeeteksi kwezinye…
U-ESKOM UPHAWULE IINTSUKU EZILIKHULU NGAPHANDLE KOKUCINYWA KOMBANE NGECAWE
U-Eskom uthe ukulandela umkhondo wenkqubela phambili entle kwisicwangciso sakhe sokuvelisa kwakhona njengoko siphawula iintsuku ezilikulu zilandelelana…
KUSANGENA AMAZWI EMBEKO NEMIYALEZO YOVELWANO KUSAPHO LAKWA NYEMBE
Kungena imbeko kunye nemiyalezo yovelwano kumdlali weqonga uNandi Nyembe osweleke eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu. UNyembe waziwa…
KUBANJWE ABARHANELWA MALUNGA NOKUXHWILWA
OoKhetshe eMpuma Koloni bathi abarhanelwa ababini babanjiwe malunga nokuxhwilwa kwenkosikazi yaseKariega eneminyaka engamashumi asixhenxe anesithathu emva…
I SANTACO IVAKALISE UKUDANA EMVA KWESIGANEKO ESIBI ESENZEKE KUDEDERHU LWEEVENKILE ERHAWUTINI
IBhunga leSizwe lezoTeksi loMzantsi Afrika (i-SANTACO) lamkele indlela yokunganyamezeli tu kwaphela ubundlobongela obubandakanya amalungu alo. Umongameli…
USAPHO LOMQHUBI OBULEWE NGOKUNGENALUSINI LUBONGOZA UKUBA KUDE KUBANJWE ABENZI BOBUBI NGOKUKHAWULEZA
Usapho lomqhubi we-e-hailing oye wabulawa uMthokozisi Mvelase lumemelela ukuba babanjwe ngokukhawuleza ababulali bakhe. Ukubhubha kwale nkwenkwana…