BAGWETYIWE ABAHLALI ABALISHUMI ELINESIHLANU ABABEBANDAKANYEKA EKUBULALENI KWIPHONDO LEMPUMA KOLONI

Bagwetywe ubomi entolongweni kwinkundla ephakamileyo yase Bisho abahlali bakwa Ndindwa, abalishumi elinesihlanu ababulale amadoda amane kuhlaselo…

I SENEGAL IPHUMELELE KWI AFCON

Umdlalo wamagqibela kankqoyi we AFCON ububanjwe izolo umhla weshumi elinesibhozo kle yoMqungu ka 2026, kwibala lezimidlalo…

Senegal crowned AFCON champions after extra-time drama breaks Moroccan hearts

An extra-time goal from Pape Gueye was enough to secure the win for the Teranga Lions…

I-Kruger National Park ivaliwe ukuba iindwendwelwe

Oku kungenxa yemozulu embi eqhubekayo eMpumalanga naseLimpopo. Iindwendwe zosuku ziya kuthintelwa de imozulu iphucuke. I-SANParks ithi…

ISEBE LEZEMFUNDO LILUMKISA ABAFUNDI NGEEKHOLEJI ZOMGUNYATHI

ISebe leMfundo ePhakamileyo lilumkise abaza kuba ngabafundi ukuba baqinisekise kwaye bajongisise xa befaka izicelo zokufakwa kumaziko…

KUVAKALISWE UKUNGATHENJWA KUKASODOLOPHU WASERHAWUTINI

Kuthiwe thaca isindululo sokungathenjwa kukaSodolophu waseRhawutini uDada Morero. Esi siphakamiso siphakanyiswe nguceba uKabelo Gwamanda waseAl Jamah…

UMPHATHISWA KWEZOTHUTHO UBIKE UKUBA KWAMANYE AMAPHONDO LEHLILE IZINGA LEENGOZI

UMphathiswa wezoThutho uBarbara Creecy ubhengeze ngoLwesine ukuba abantu abaliwaka elinamakhulu amane anamashumi amabini anesixhenkxe babhubhile kwiingozi…

Nomabotwe on Music, Youth Empowerment & 20 Years of Purposeful Artistry

Renowned soul vocalist and storyteller Nomabotwe continues to affirm her place as one of South Africa’s…

Senegal izakube ikhona kumdlalo wokugqibela we Afcon 

USadio Mane ubethe i-Egypt ngeqaku elinye eqandeni kumdlalo onzima wamagqibela kankqoyi weshumi elinesibini kwimizuzu elishumi elinesibini…

SADTU defends matric results amid ‘30% pass mark’ controversy

The South African Democratic Teachers’ Union (SADTU) has strongly rejected what it calls “misleading rhetoric” around…