Iprojekthi exabisa iR147-million iza kuphuhlisa izibuko laseMonti

UGunyaziwe wamaZibuko kaZwelonke wakwaTransnet (TNPA) uphawule ngokusesikweni ulwakhiwo lweprojekthi yokwakhiwa ngokutsha kweLatimer’s Landing exabisa iR147-million kwizibuko…

Kwiinzame ezimanyeneyo zokuxhobisa amalungu eQonga loLawulo lwabaNtsundu (i-BMF) ngolwazi olubalulekileyo ngemithetho yezemisebenzi kunye noxanduva lomqeshi,

Kwiinzame ezimanyeneyo zokuxhobisa amalungu eQonga loLawulo lwabaNtsundu (i-BMF) ngolwazi olubalulekileyo ngemithetho yezemisebenzi kunye noxanduva lomqeshi, iSebe…

INGQINA A LIBETHELELE UKUBALULEKA KOQINISWA KWEENTAMBO ZOLAWULO ESIPOLISENI

Emva kokuphazamiseka ngokweemvakalelo kwiNgqina A ngoxa linikela ubungqina, iNgqina B liya kubuthabatha bonke obu bungqina. INgqina…

I FORT HARE IYAKUQHUBA NEZIFUNDO KWI INTANETHI

IYunivesithi yaseFort Hare ijonge ukufudukela kwimfundo exutyiweyo ukuqinisekisa ukuba abafundi bazilungele iimviwo zokugqibela. Eli ziko liqale…

UTHUTHO LWABAFUNDI LUBUYELE ESIMENI EMVA KONQUNYANYISWA OKOMZUZWANA

Iinkonzo zothutho lwabafundi kulo lonke elaseMpuma Koloni ziphinde zaqala ngokusesikweni ngoLwesithathu, umhla weshumi elinesithandathu kweyeDwarha ngo-2025…

I BLACK IMPALA ITYHOLWA NGOKUNGABHATALI ABASEBENZI

Indawo yokutyela edumileyo yaseGqeberha, iBlack Impala isembindini wamahlazo njengoko kuye kwavela izityholo ezinzulu zokusetyenzwa kwamakhoboka. IKomishoni…

INGABA UMONGAMELI WEJAJI UZAKUFUNYANWA ENETYALA? UMBA UNTSOKOTHILE KWAYE USAQWALASELWE

Iingxoxo zokuvala zichotshelwe yiNkundla yaMatyala eJonga iJudicial Conduct Tribunal iphonononga izityholo zesinyanzeliso ngokwesondo kunye nokuziphatha kakubi…

Amalungiselelo Amajimbosi akahambi kakuhle phambi kweFIFA World Cup

Njengokuba abantu baseMzantsi Afrika besavuyela aBafana Bafana abazibekele indawo kwi2026 FIFA World Cup emva kokuvuthulula iRwanda…

UMayo noMmodi baphumele elibala ngempazamo eyabetha iKaizer Chiefs

UKhanyisa Mayo noPule Mmodi bade bathetha esidlangalaleni ngempazamo eyavimba iKaizer Chiefs impumelelo. Ngomhla wokuqala kule nyanga…

IKaizer Chiefs igxeleshe impumelelo xa isamkela iAS Simba ngempelaveki

Emva kokubuyela ekhaya iqengqa inqaku elinye, iKaizer Chiefs izimisele ukuwuphumelela umdlalo wesibini ngempelaveki. Oku kulandela emva…