Emva kwindibano yoonoteksi, iSANTACO ithe oonoteksi abazukubathatha abantwana bezikolo ngoMvulo weveki ezayo, endaweni yoko, baza kwenza…
Empuma Community News
Uyakuhlala usisibane esingacimiyo ebomini bam’ – utshilo unkosikazi uPhilisiwe Mthethwa!
Ubekwe kwikhaya lokugqibela ngesidima uNathi Mthethwa obengunozakuzaku woMzantsi Afrika kwilizwe laseFrance. Oku kwenzeke ngeCawe egqithileyo emgcwabeni…
Angaphaya kwamashumi alithoba (911) amafama athe abonelelwe ngezixhobo lisebe leZolimo libambisene nomasipala waseNgqushwa phantsi kwenkqubo ethi ‘iLima Lokulima’.
Ophuma kwiSebe lezolimo kwiOfisi eseNgqushwa, uZintathu Gilman, uthe abaxhamli abayi911 bathe bachongwa emva kokufaka izicelo zokuxhaswa…
USAPHO LUKA NATHI MTHETHWA LULANDE UMOYA WAKHE KWINDAWO YEXHWAYELO
Usapho lukanozakuzaku woMzantsi Afrika ongasekhoyo eFransi, uNathi Mthethwa, wenze isiko lemveli kwihotele iHyatt Regency eParis, apho…
UMASEMOLA UCHAZE UKUNGAVUMELANI KWAKHE NOMCHUNU NGOKUCHITHA IQELA ELIPHANDAYO
Umkomishinala wamapolisa uFannie Masemola uthi zange avume ukuchithwa kwegqiza eliphanda ukubulalana kwezopolitiko, watsho esithi uMphathiswa uSenzo…
Uchiphize iinyembezi uMandla Mandela ebalisa impathombi
UNkosi Zwelivelile ucangcatha ekhondweni likaYise omkhulu, uRholihlahla Mandela, owathi inkululeko yoMzantsi Afrika soze igqibelele ingakhululekanga iPalestina…
Unyana kaMthethwa ucacisa okwenzekile kwihotele aswelekele kuyo uYise
Usapho lakwaMthethwa lifikile eMzantsi Afrika nomzimba kaNathi Mthethwa oswelekele eFrance ngomhla wamashumi amathathu kwinyanga ephelileyo. Oku…
UManamela noMabuyane babhula umlilo otshabalalisa iFort Hare University
UMphathiswa weMfundo ePhakamileyo, uButi Manamela, uhlabe ikhwelo kubafundi baseFort Hare University abaqhankqalazayo ngelithi mabohlukane nezenzo zodushe.…
NO SHOES, NO STOPPING – ONKE SITYWAYI KEEPS WALKING THROUGH PORT ALFRED
PORT ALFRED- Youth advocate and community builder Onke Sitywayi is pressing on with his inspiring 27-day…
UGayton McKenzie uthi uza kubeka phantsi njengoMphathiswa
Inkokeli yePatriotic Alliance (PA) uGayton McKenzie uthi uza kurhoxa kwisikhundla sakhe njengoMphathiswa wezeMidlalo, ubuGcisa neNkcubeko ngoLwesibini,…