News

IQELA LOMBHOXO LAMANINA ASEMZANTSI AFRIKA IBETHE IBRAZIL

Abasetyhini beSpringbok bavule iphulo labo leNdebe yeHlabathi yoMbhoxo ngenqaku eliphezulu. Bahlaze abadlali abadlale okokuqala kwiNdebe yeHlabathi…

U-ESKOM UPHAWULE IINTSUKU EZILIKHULU NGAPHANDLE KOKUCINYWA KOMBANE NGECAWE

U-Eskom uthe ukulandela umkhondo wenkqubela phambili entle kwisicwangciso sakhe sokuvelisa kwakhona njengoko siphawula iintsuku ezilikulu zilandelelana…

KUSANGENA AMAZWI EMBEKO NEMIYALEZO YOVELWANO KUSAPHO LAKWA NYEMBE

Kungena imbeko kunye nemiyalezo yovelwano kumdlali weqonga uNandi Nyembe osweleke eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu. UNyembe waziwa…

ISESELUVALELWENI INDODA NGEZITYHOLO ZOKUBULALA IXHEGWAZANA

Amapolisa eMpuma Koloni athi ixhego elinamashumi amathandathu anesine (64) livalelwe eluvalelweni ngobusuku bangoMgqibelo emva kokuba ixhegokazi…

POLICE SERGEANT SENTENCED FOR MURDER

BISHO- The Bisho High Court in the Eastern Cape has sentenced a former 51-year-old police Sergeant…

BUBBLES, BEATS & COASTAL VIBES RETURN TO CHINTSA

CHINTSA- Chintsa is gearing up to dazzle once again as it hosts the 2nd Annual Wild…

KUBANJWE ABARHANELWA ABABINI MALUNGA NOKUQHUSHUMBA OOMATSHINI BEMALI (ATM) E-DIMBAZA

Abahlali based baseDimbaza bathi sele iyinto eya ibasisiqhela umba weziqhushimbisi, nanjengoko ibingaqali ngentseni yangoLwesihlanu, umhla wamashumi…

IQELA LAMABHOKOBHOKO LAMANINA LIZAKUVULA INDEBE YOMBHOXO YAMANINA YEHLABATHI NGECAWA

Iqela lamanina lamabhokobhoko liza kujongana namanina aseBrazil ngeCawe, umhla wamashumi amabini anane kweyeThupha, kumdlalo wabo wokuvula…

Two suspects arrested in connection with kidnapping of 73-year-old woman

Aug 20, 2025 GQEBERHA- A dramatic turn of events unfolded in Gqeberha where two suspects, aged…

OOKHETSHE BAJONGENE NQO NABASHOSHINA NGEEMPONDO ZEMIKHOMBE

OoKhetshe benze igalelo elikhulu ekuqhawuleni uthungelwano lokurhweba ngeempondo zemikhombe kumazwe ngamazwe oluxabisa izigidi zeerandi. Uphando lweminyaka…