News
Amakhosi athi iKabuscorp iza kudibana neembila zithutha eFNB Stadium
Iyophisa iKaizer Chiefs emva kokubethwa emdlalweni wokuqala weCAF Confederation Cup. Oku kwenzeke emva kokuba iChiefs iguqiswe…
UMasemola utyhola uSenzo Mchunu ‘ngongenelelo olupheleleyo’
UMkomishinala wamaPolisa kuzwelonke uFannie Masemola utyhole uMphathiswa wamaPolisa onqunyanyisiweyo uSenzo Mchunu ngokugqithisela kwisigunyaziso sakhe ngokuyalela ukuba…
Ibhubhele eFrere inkwenkwe ebethwe yatshiswa kuba ityholwa ngokuba imali
Amadoda amathathu, nesele ngoku ingabarhanelwa nanjengoko bejongene netyala lokutshisa babulale inkwenkwe egama linguSenzo Zwane (14) yaseNkodwana…
Abaphathiswa beG20 bamanya ngezisombululo zokhuseleko lokutya kwihlabatha
UMphathiswa wezoLimo uJohn Steenhuisen ugxininise imfuno yotyalo-mali kulimo lwemozulu elinobuchule olufana nembewu ekwaziyo ukumelana nembalela, ukunkcenkceshela…
IMBETHI MANQINDI IKHUPHE UMAMAWAYO ETYOTYOMBENI
MONTI -Umpondo zihlanjiwe wembethi-manqindi yaseMonti uPhumelele Cafu(27) uthe jize unina wakhe ngombhaza-bhaza wendlu exabisa isixa semali…
UHerman Mashaba uthi uHelen Zille ufuna ukubuyisa ucalucalulo eGoli
Inkokeli yeActionSA uHerman Mashaba usigxekile isigqibo seDemocratic Alliance (DA) sokumisela uHelen Zille njengomgqatswa wayo kwisikhundla sikasodolophu…
UMkhwanazi ubandakanya amalungu ePalamente kulwaphulomthetho
Usuku lwesibini lweKomishoni kaMadlanga ludize ubungqina obukhwankqisayo boMkomishinala wamaPolisa eKZN, uLieutenant General Nhlanhla Mkhwanazi, otyhole amalungu…
UGayton McKenzie kufuneka aphendule ngezithembiso angazange azifezekise’
Umbutho iDemocratic Alliance (DA) utyhola uMphathiswa wezeMidlalo, ubuGcisa neNkcubeko, uGayton McKenzie, ngokungakhathali ngeembaleki namagcisa oMzantsi Afrika,…
Ibulewe inkwenkwana ngenxa ye-R50
CENTANE- Kubulewe inkwenkwana eneminyaka elishumi elinesibini(12) nebityholwa ukuba ibe imali engange R50. lingxelo zibhentsisa ngelithi kuCentane…
DWS engages stakeholders on new water and sanitation standards
EAST LONDON- The Department of Water and Sanitation (DWS) hosted a national consultation workshop on updated…