KUSISONO UKUBA NGUMNTU OLIBHINQA KWELI ILIZWE

CALA- Umphakathi waseNdondo eCala ushiyeke ubambe ongenzantsi kwiveki edlulileyo emva kokuba kudlwengulwe intwazana eneminyaka esixhenxe(7) ubudala.

Ingxelo zidiza ukuba ezindaba zihlaba umxhele zivakale ngethuba usapho lale ntwazana lifumanise ukuba kukhona umonakalo kuwo mhlaba ungezantsi.

Kuthe kusajongwe leyo, lentwazana akhange ilibazise yathi idlwengulwe yinkwenkwana eneminyaka eli-17.

Kanti bathi abahlali besothukile kanjalo yaphinda yathi idlwengulwe ngutatomkhulu waze wathi axoke ngalenkwenkwana.

Abakwasidlodlo basaphenya ngesi sehlo nangona usapho lufuna ubulungisa.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *