IYunivesithi yaseFort Hare ijonge ukufudukela kwimfundo exutyiweyo ukuqinisekisa ukuba abafundi bazilungele iimviwo zokugqibela. Eli ziko liqale…
News
General and Breaking news in English and IsiXhosa
UTHUTHO LWABAFUNDI LUBUYELE ESIMENI EMVA KONQUNYANYISWA OKOMZUZWANA
Iinkonzo zothutho lwabafundi kulo lonke elaseMpuma Koloni ziphinde zaqala ngokusesikweni ngoLwesithathu, umhla weshumi elinesithandathu kweyeDwarha ngo-2025…
I BLACK IMPALA ITYHOLWA NGOKUNGABHATALI ABASEBENZI
Indawo yokutyela edumileyo yaseGqeberha, iBlack Impala isembindini wamahlazo njengoko kuye kwavela izityholo ezinzulu zokusetyenzwa kwamakhoboka. IKomishoni…
INGABA UMONGAMELI WEJAJI UZAKUFUNYANWA ENETYALA? UMBA UNTSOKOTHILE KWAYE USAQWALASELWE
Iingxoxo zokuvala zichotshelwe yiNkundla yaMatyala eJonga iJudicial Conduct Tribunal iphonononga izityholo zesinyanzeliso ngokwesondo kunye nokuziphatha kakubi…
Okuhle kumaGrade 12 aseMpuma Koloni nabhalayo kusasa!
Baza kube beqala ngephepha lekhompuytha kusasa ngomso uLwesibini abafundi bakaGrade 12 xa beza kube bechophele iimviwo…
Amanina axhotyiswa ngemisebenzi yezandla
Iziko lobugcisa iBavulele Ntsikhwe Mbokazi libhengeze inkqubo yalo yokuqala yamagcisa iBavulele Art in Residency eqhutyelwa kwilali…
Ubungqina bengqina kwiKomishini kaMadlanga bunqunyanyisiwe ukumkhusela
IKomishini kaMadlanga iye yabumisa ubungqina bengqina elaziwa njengoWitness X negama lifihliweyo ukulikhusela, isithi kukho iinkxalabo zokhuseleko…
Iforam yaseMdantsane ixhaswe ngezixhobo zokuncedisana nayo
Zilikhulu izixhobo ezinikezelwe kwiforam (CPF) yaseMdantsane ezoncedisana nazo kumsebenzi omhle eziwenzayo ekuhlaleni. USihlalo weCPF eMdantsane, uDaliwonga…
Abathathwa abantwana bezikolo ngoMvulo ozayo, batsho oonoteksi baseMpuma Koloni
Emva kwindibano yoonoteksi, iSANTACO ithe oonoteksi abazukubathatha abantwana bezikolo ngoMvulo weveki ezayo, endaweni yoko, baza kwenza…
Uyakuhlala usisibane esingacimiyo ebomini bam’ – utshilo unkosikazi uPhilisiwe Mthethwa!
Ubekwe kwikhaya lokugqibela ngesidima uNathi Mthethwa obengunozakuzaku woMzantsi Afrika kwilizwe laseFrance. Oku kwenzeke ngeCawe egqithileyo emgcwabeni…
