I-Kruger National Park ivaliwe ukuba iindwendwelwe

Oku kungenxa yemozulu embi eqhubekayo eMpumalanga naseLimpopo. Iindwendwe zosuku ziya kuthintelwa de imozulu iphucuke. I-SANParks ithi…

ISEBE LEZEMFUNDO LILUMKISA ABAFUNDI NGEEKHOLEJI ZOMGUNYATHI

ISebe leMfundo ePhakamileyo lilumkise abaza kuba ngabafundi ukuba baqinisekise kwaye bajongisise xa befaka izicelo zokufakwa kumaziko…

KUVAKALISWE UKUNGATHENJWA KUKASODOLOPHU WASERHAWUTINI

Kuthiwe thaca isindululo sokungathenjwa kukaSodolophu waseRhawutini uDada Morero. Esi siphakamiso siphakanyiswe nguceba uKabelo Gwamanda waseAl Jamah…

UMPHATHISWA KWEZOTHUTHO UBIKE UKUBA KWAMANYE AMAPHONDO LEHLILE IZINGA LEENGOZI

UMphathiswa wezoThutho uBarbara Creecy ubhengeze ngoLwesine ukuba abantu abaliwaka elinamakhulu amane anamashumi amabini anesixhenkxe babhubhile kwiingozi…

Nomabotwe on Music, Youth Empowerment & 20 Years of Purposeful Artistry

Renowned soul vocalist and storyteller Nomabotwe continues to affirm her place as one of South Africa’s…

Senegal izakube ikhona kumdlalo wokugqibela we Afcon 

USadio Mane ubethe i-Egypt ngeqaku elinye eqandeni kumdlalo onzima wamagqibela kankqoyi weshumi elinesibini kwimizuzu elishumi elinesibini…

SADTU defends matric results amid ‘30% pass mark’ controversy

The South African Democratic Teachers’ Union (SADTU) has strongly rejected what it calls “misleading rhetoric” around…

Nonku Williams celebrates daughter Nothile’s impressive matric results

The time of the year has arrived when thousands of South African matriculants and their parents…

Rustenburg prison school aims for 100% pass rate in matric results

While thousands of learners are anxiously awaiting their matric results on Tuesday, educators and offender learners…

Lulama Ngcukaitobi announces candidacy for ANC Eastern Cape chair

With less than two months before the Eastern Cape ANC provincial elective conference, current provincial secretary…