Abakhweli beeteksi zase-Ekurhuleni bajamelene nentloko yezothutho njengoko uqhankqalazo luseza kuqhubeka. Ukanti iSantaco ithi imisebenzi yeeteksi kwezinye…
Empuma Community News
UVELE KWINKUNDLA YAMATYALA OJAMELENE NEZITYHOLO ZOKUBULALA UNINA
Indoda etyholwa ngokubulala umama wayo owayesele ikhulile kwilali yaseSherwood eGqeberha iphinde yavela kwakhona kwinkundla kamantyi yesiXeko…
Man arrested for Murder of 87-year-old Woman at Retirement Village
Aug 26, 2025 A 64-year-old suspect was taken into custody on Saturday night for the murder…
IQELA LOMBHOXO LAMANINA ASEMZANTSI AFRIKA IBETHE IBRAZIL
Abasetyhini beSpringbok bavule iphulo labo leNdebe yeHlabathi yoMbhoxo ngenqaku eliphezulu. Bahlaze abadlali abadlale okokuqala kwiNdebe yeHlabathi…
U-ESKOM UPHAWULE IINTSUKU EZILIKHULU NGAPHANDLE KOKUCINYWA KOMBANE NGECAWE
U-Eskom uthe ukulandela umkhondo wenkqubela phambili entle kwisicwangciso sakhe sokuvelisa kwakhona njengoko siphawula iintsuku ezilikulu zilandelelana…
KUSANGENA AMAZWI EMBEKO NEMIYALEZO YOVELWANO KUSAPHO LAKWA NYEMBE
Kungena imbeko kunye nemiyalezo yovelwano kumdlali weqonga uNandi Nyembe osweleke eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu. UNyembe waziwa…
ISESELUVALELWENI INDODA NGEZITYHOLO ZOKUBULALA IXHEGWAZANA
Amapolisa eMpuma Koloni athi ixhego elinamashumi amathandathu anesine (64) livalelwe eluvalelweni ngobusuku bangoMgqibelo emva kokuba ixhegokazi…
POLICE SERGEANT SENTENCED FOR MURDER
BISHO- The Bisho High Court in the Eastern Cape has sentenced a former 51-year-old police Sergeant…
BUBBLES, BEATS & COASTAL VIBES RETURN TO CHINTSA
CHINTSA- Chintsa is gearing up to dazzle once again as it hosts the 2nd Annual Wild…
KUBANJWE ABARHANELWA ABABINI MALUNGA NOKUQHUSHUMBA OOMATSHINI BEMALI (ATM) E-DIMBAZA
Abahlali based baseDimbaza bathi sele iyinto eya ibasisiqhela umba weziqhushimbisi, nanjengoko ibingaqali ngentseni yangoLwesihlanu, umhla wamashumi…
